Lyrks
Lyrks
Lyrks
Cover Art

Make You Proud Lyrics by TLR DezZ

Ingcuka

2022

Mama ndayazi ngalo mculo ucinga kuba mna ndizimoshel'ixesha
Ndihamba ekseni ndibuye ebsuku mna endlini andisahlali ngenye imini izoziqhenya
Ndayazi endlini akukho lula isonka etafileni ngalomculo nzosibeka
Ndim Mama unyanakho emithandazweni yam nawe ndiyakubeka
I will make you proud Mama ngam uzoziqhenya
I will make you proud
Ndizotshints'imeko ekhaya
I will make you proud Mama ngam uzoziqhenya
I will make you proud
Ndizotshints'imeko ekhaya
Lomculo suwudlela indlala keh mama one day uzondibhatala amacentana
Abanye bebusy besithi ndaboniswa marra abazi lomculo ndawuthanda
Busuku andilali ndibhala amagama, ngoba ndifuna ube nendlu eSandton
Ngoku ndiyi ndoda kumele kucace apha ekhaya sonke sibe happy nge festive
Khupha ingoma one download bathi ndi wack oledy
Khupha ingoma more downloads bonke bazenza oBestie
Marra ndisalila mna Thixo ndicela nje impumelelo
Ndicela ungandincami mama yonke into inexesha layo
Minyaka ihambile brah andiyichani lento ndiyi aim.ayo
Mhlabeni kunzima mntase andiyithandi lento ndiyibonayo
Lonto ndihlale ndilila mna
Lonto ndihlale ndilila mna
It's K-9
Mama ndayazi ngalo mculo ucinga kuba mna ndizimoshel'ixesha
Ndihamba ekseni ndibuye ebsuku mna endlini andisahlali ngenye imini izoziqhenya
Ndayazi endlini akukho lula isonka etafileni ngalomculo nzosibeka
Ndim Mama unyanakho emithandazweni yam nawe ndiyakubeka
I will make you proud Mama ngam uzoziqhenya
I will make you proud
Ndizotshints'imeko ekhaya
I will make you proud Mama ngam uzoziqhenya
I will make you proud
Ndizotshints'imeko ekhaya
I will make you proud
Ndifuna Mama uzingombhe isfuba I swear uzoziqhenya ngam
I'm blessed to be your son
Ndayazi ngamanye Amaxesha we don't see eye to eye
Ucinga ndizmoshela ixesha
Mna Ndayazi ngomculo imali nzoyenza
Even neskolo ndingasiyeka
Mama I need ur support ndakucela
Mama I Will make you proud, Ndim ozothintsa imeko mama endlini
Mama I Will make you proud, Ndim ozohoya amawele no indie
Mama I Will make you proud, uMaso noZuzu nabo ndingashiyi
Mama I Will make you proud, cela unyamezele kushiyeke kancinci
I will make you proud Mama ngam uzoziqhenya
I will make you proud
Ndizotshints'imeko ekhaya
I will make you proud Mama ngam uzoziqhenya
I will make you proud
Ndizotshints'imeko ekhaya
Credits

About “Make You Proud” by TLR DezZ

Read the complete lyrics to "Make You Proud" by TLR DezZ from the album "Ingcuka" in 2022. On Lyrks you can follow along with the full text, explore the artist's discography, and discover related songs. The track is often categorized under R&B, Soul.

"Make You Proud" is performed by TLR DezZ. from the album "Ingcuka" in 2022 This page provides the full lyric text for fans who want to sing along, study the songwriting, or compare versions across releases. Lyrks organizes lyrics by artist and song slug so you can bookmark and share a stable URL. Music lyrics help listeners connect with emotion, narrative, and rhythm in a track. Whether you are learning English, researching a favorite chorus, or preparing for karaoke, having accurate line breaks and section labels (verse, chorus, bridge) makes the experience easier. We link to the official artist profile on Lyrks where available, including biography snippets, top songs, and chart placements when we have that data. If you enjoy "Make You Proud", explore more songs by TLR DezZ using the links below. Chart and trending pages on Lyrks highlight what listeners are searching for this week. For copyright or correction requests, see our DMCA and contact pages.

View all songs and biography for TLR DezZ · Trending lyrics · Billboard Hot 100

Frequently asked questions

"Make You Proud" is credited to TLR DezZ. Songwriting credits may include additional writers listed on the release; check the credits section on this page for linked collaborators.

"Make You Proud" appears on "Ingcuka" in 2022.

Visit the TLR DezZ artist page at /artist/tlr-dezz for biography, popular tracks, and links to more lyric pages.