Lyrks
Lyrks
Lyrks
Cover Art

Zinxibe Ukuba Ziyakulingana Lyrics by TLR DezZ

Ingcuka

2023

Kudala ndinibona nina nonke nicinga siyanoyika
Ndiphume TLR mna ndiyayimela ibeef
Nizibiza nge artists umntu akanayo nehit
Niyaxoka niyabona iCofimvaba iphethwe sithi
Kudala ndinibona nina nonke nicinga siyanoyika
Ndiphume TLR mna ndiyayimela ibeef
Nizibiza nge artists umntu akanayo nehit
Niyaxoka niyabona iCofimvaba iphethwe sithi
Ndiyabona nonke ndiyabona nicinga nasazi
Ndabona nonke nicinga singaba ngani
Xa nibona sikiller shows nina ni acter funny
Ingxaki niyabona ukuba umgangatho awulingani
Kudala siyiphethe legame nina ni wack wack wack aninophikisa
Cela nidlalele ferr abanye bona babusy ngomambhlisha
Abanye babusy balike post Zam
Bazenza cheesy kodwa bafuni fame ngam
Makweni respect iTLR
Andikagqibi eli lixesha Lam
Thina skhupha oko
Mamela nditshintshe flow
Quality zenu azicacanga yizani ndifaki skolo
Aniboni nto ewrong
Nina niculu doti
Game siyiphethе nina guqani ngama dolo
Game siyiphethe ndingu TLR DеzZ
Gqithisa umyalezo kuzo zonke ezi ewack cats
Nonke ngoku noyeka udelela
Nonke ngoku noyeka udelela
Kudala ndinibona nina nonke nicinga siyanoyika
Ndiphume TLR mna ndiyayimela ibeef
Nizibiza nge artists umntu akanayo nehit
Niyaxoka niyabona iCofimvaba iphethwe sithi
Kudala ndinibona nina nonke nicinga siyanoyika
Ndiphume TLR mna ndiyayimela ibeef
Nizibiza nge artists umntu akanayo nehit
Niyaxoka niyabona iCofimvaba iphethwe sithi
Credits

About “Zinxibe Ukuba Ziyakulingana” by TLR DezZ

Read the complete lyrics to "Zinxibe Ukuba Ziyakulingana" by TLR DezZ from the album "Ingcuka" in 2023. On Lyrks you can follow along with the full text, explore the artist's discography, and discover related songs. The track is often categorized under R&B, Soul.

"Zinxibe Ukuba Ziyakulingana" is performed by TLR DezZ. from the album "Ingcuka" in 2023 This page provides the full lyric text for fans who want to sing along, study the songwriting, or compare versions across releases. Lyrks organizes lyrics by artist and song slug so you can bookmark and share a stable URL. Music lyrics help listeners connect with emotion, narrative, and rhythm in a track. Whether you are learning English, researching a favorite chorus, or preparing for karaoke, having accurate line breaks and section labels (verse, chorus, bridge) makes the experience easier. We link to the official artist profile on Lyrks where available, including biography snippets, top songs, and chart placements when we have that data. If you enjoy "Zinxibe Ukuba Ziyakulingana", explore more songs by TLR DezZ using the links below. Chart and trending pages on Lyrks highlight what listeners are searching for this week. For copyright or correction requests, see our DMCA and contact pages.

View all songs and biography for TLR DezZ · Trending lyrics · Billboard Hot 100

Frequently asked questions

"Zinxibe Ukuba Ziyakulingana" is credited to TLR DezZ. Songwriting credits may include additional writers listed on the release; check the credits section on this page for linked collaborators.

"Zinxibe Ukuba Ziyakulingana" appears on "Ingcuka" in 2023.

Visit the TLR DezZ artist page at /artist/tlr-dezz for biography, popular tracks, and links to more lyric pages.