Lyrks
Lyrks
Lyrks
Cover Art

#UyabiwaSundweba Lyrics by MaXhoseni

2013

Bendicel'u understand(e) ukuba
Wena ungu Khwapheni ndiyakuba
Suphum'izithuba, liyeza elakhw'ithuba
Okwangoku ndise busy no 560 siya bond(a)
Yeah girl, you miss me ndiyayi qonda
Kodwa ntombazana ndicel'uzibambe
Linda umam'ekhaya ade ahambe
Andizange ndik'fihlele uqala kwethu ukudibana
Ndatheth'inyani ndak'xelela ndiya thandana
Now baby girl ndiya bhideka xa usithi
Mandikhethe phakathi kwakho no 560
Une aw'thi yakho xa ndi-busy hoya yona
Iding'iskhathi sakho sweety ifun'ukubona
Asikagqibi nenyanga sibana
But iskhathi es'bhaya siya xabana
Ngob'ukhweletela itsheri ofike ndijola nayo
Why uthand'izinto ezixoxisayo
If uqal'uchuku sonk'iskhathi u-560 awukazo mshiya
Umntu makahoye indawo yakhe zang'undive ndisithi kuwe yohlukana no Siya
Baby girl sukundweba uyabiwa
Wena kumel'uvuye kub'iskhathi uyas'phiwa
Sibe sininzi xa u-fasty engekho
Andikwazi uhlala nawe okwangoku ndibethwa yimeko
Bendicela unyamezele xa emkile ndizok'biza
Ndizo send'i SMS ndik'xelele ukuba yiza
Sizohlala sobabini nob'intsuku zingaphi
Okwangoku bendicela i-calls zakho zingabi
Yinto ebangela ndiqunjelwe
Sufuna ud'uxelelwe
Ukuba u-fasty uyamhlupha
Ukuba uyandikhethisa baby girl uzandi loser
Kuba u-fasty ndizomkhetha wena girl andizok'choose(a)
Here's the link to this track ---> www.kasimp3.co.za/98111
Credits

About “#UyabiwaSundweba” by MaXhoseni

Read the complete lyrics to "#UyabiwaSundweba" by MaXhoseni in 2013. On Lyrks you can follow along with the full text, explore the artist's discography, and discover related songs. The track is often categorized under South Africa, Rap.

"#UyabiwaSundweba" is performed by MaXhoseni. in 2013 This page provides the full lyric text for fans who want to sing along, study the songwriting, or compare versions across releases. Lyrks organizes lyrics by artist and song slug so you can bookmark and share a stable URL. Music lyrics help listeners connect with emotion, narrative, and rhythm in a track. Whether you are learning English, researching a favorite chorus, or preparing for karaoke, having accurate line breaks and section labels (verse, chorus, bridge) makes the experience easier. We link to the official artist profile on Lyrks where available, including biography snippets, top songs, and chart placements when we have that data. If you enjoy "#UyabiwaSundweba", explore more songs by MaXhoseni using the links below. Chart and trending pages on Lyrks highlight what listeners are searching for this week. For copyright or correction requests, see our DMCA and contact pages.

View all songs and biography for MaXhoseni · Trending lyrics · Billboard Hot 100

Frequently asked questions

"#UyabiwaSundweba" is credited to MaXhoseni. Songwriting credits may include additional writers listed on the release; check the credits section on this page for linked collaborators.

Album information for "#UyabiwaSundweba" is not available in our database yet. You can still read the full lyrics on this page.

Visit the MaXhoseni artist page at /artist/maxhoseni for biography, popular tracks, and links to more lyric pages.