Lyrks
Lyrks
Lyrks
Cover Art

Xa Uthando Luse Lutsha Lyrics by MaXhoseni

2014

[Verse 1:]
Xa uthando luse lutsha ndimfow'nela kathathu ngemini
Ndiyaku khumbula baby tyhini
Saw'bonana nini?
Yonke afuna uyiva ndiyamxelela
Messages ezi sweet ndiyamsendela
Lonk'ixesha ndiyamncoma uyababa ngempela
Ndimbone encuma uchazekile
Ngaphakathi ndizixelele intliziyo yakhe ndiyi winile
Xa esenda u-Please Call ndithatha i-Phone ndimbhelele
Sincokole kube mnandi i-airtime ide iphele
Tyhini iphela njani le airtime iseshushu lencoko
Khaw'thi ndikhuph'imali ndiye stolo kwa ngoko
Ngalo mzuzu ndisaya eshop ndimsendela i-SMS "I Miss You Already"
Ndimthembise ndizokwazisa kwi olady
Athi "Baby kuse early what if uMama wakho akandithandi?"
Ngaphakathi ndibe ndiqonda andithethi nyani qha ndimvisa kamnandi
[Hook:]
Xa Uthando Luse Lutsha
Yonke ethethwayo ikwenza ungaz'boni ukuba uyabhanxwa uqhatheke
Zona izithembiso ezenziwayo ziyenza intliziyo ithabatheke
Xa Uthando Luse Lutsha
Yonke ethethwayo ikwenza ungaz'boni ukuba uyabhanxwa uqhatheke
Zona izithembiso ezenziwayo ziyenza intliziyo ithabatheke
[Verse 2:]
Ndaw'thi ujonga intliziyo yakhe ndiyi winile
Kuyacaca ukuba nyhani iqhinga lam lisebenzile
Undifow'nela andixelele itshomi zakhe zirhalela undibona
Ndi-send(e) i-Pic yam aphendule sendixelela ziyancoma
Wow sthandwa sam itshomi zam yaz zithi sifanelene kwaye zincoma amehlo wakho
Ndiphendule sendisithi zinyanisile
Xa ulapha uzundikhumbuze ndik'nike imali baby uyokwenza intloko yakho
Xa uthando luse lutsha ndiyanyoba ngemali andigcisi
Noba yintoni ayicelayo uyifumana ngok'khawleza andisokolisi
Andilindi noba ayicele i-airtime ndiyamthengela
Uyayazi ebusuku xa ndizolala ndiyamfow'nela
Nase kuseni xa ndivukile ndiyafow'na imini emnandi ndiyam-wishela
[Hook:]
Xa Uthando Luse Lutsha
Yonke ethethwayo ikwenza ungaz'boni ukuba uyabhanxwa uqhatheke
Zona izithembiso ezenziwayo ziyenza intliziyo ithabatheke
Xa Uthando Luse Lutsha
Yonke ethethwayo ikwenza ungaz'boni ukuba uyabhanxwa uqhatheke
Zona izithembiso ezenziwayo ziyenza intliziyo ithabatheke
[Verse 3:]
Now izinto zitshintshile xa sincokola ayisekho shushu incoko
Into ebendiyifuna ndiyifumene ndiyekile ufow'na oko
Xa esend'u Please Call andisafowni kwaye lonto uyayi qaphela
Xa endibuza unobangela ndimxelele kwezi ntsuku i-airtime iyandinqabela
Xa efuna sibonane ndiyazulisa i-excuse ihlal'ikhona
Sthandwa sam andizubakho uKing Beema undicelile ndiyombukela edlal'ibhola
Indlela endiqhuba ngayo ndifuna adikwe ade andilahle
Ukuba siyancokola ku WhatsApp ndimphendula kade
Ukuba undifownela ebusuku
Ndivele ndiqal'uchuku
Why undivusa ndilele ndise buthongweni?
Ndi-drop(e) i-Phone yam enye nenye ndizoy'xoxa ekuseni
[Hook:]
Xa Uthando Luse Lutsha
Yonke ethethwayo ikwenza ungaz'boni ukuba uyabhanxwa uqhatheke
Zona izithembiso ezenziwayo ziyenza intliziyo ithabatheke
Xa Uthando Luse Lutsha
Yonke ethethwayo ikwenza ungaz'boni ukuba uyabhanxwa uqhatheke
Zona izithembiso ezenziwayo ziyenza intliziyo ithabatheke
Credits

About “Xa Uthando Luse Lutsha” by MaXhoseni

Read the complete lyrics to "Xa Uthando Luse Lutsha" by MaXhoseni in 2014. On Lyrks you can follow along with the full text, explore the artist's discography, and discover related songs. The track is often categorized under Rap.

"Xa Uthando Luse Lutsha" is performed by MaXhoseni. in 2014 This page provides the full lyric text for fans who want to sing along, study the songwriting, or compare versions across releases. Lyrks organizes lyrics by artist and song slug so you can bookmark and share a stable URL. Music lyrics help listeners connect with emotion, narrative, and rhythm in a track. Whether you are learning English, researching a favorite chorus, or preparing for karaoke, having accurate line breaks and section labels (verse, chorus, bridge) makes the experience easier. We link to the official artist profile on Lyrks where available, including biography snippets, top songs, and chart placements when we have that data. If you enjoy "Xa Uthando Luse Lutsha", explore more songs by MaXhoseni using the links below. Chart and trending pages on Lyrks highlight what listeners are searching for this week. For copyright or correction requests, see our DMCA and contact pages.

View all songs and biography for MaXhoseni · Trending lyrics · Billboard Hot 100

Frequently asked questions

"Xa Uthando Luse Lutsha" is credited to MaXhoseni. Songwriting credits may include additional writers listed on the release; check the credits section on this page for linked collaborators.

Album information for "Xa Uthando Luse Lutsha" is not available in our database yet. You can still read the full lyrics on this page.

Visit the MaXhoseni artist page at /artist/maxhoseni for biography, popular tracks, and links to more lyric pages.