Lyrks
Lyrks
Lyrks
Cover Art

Amazwi Okugqibela Lyrics by Mesuli kewana

0

Lana ngamazwi wethu okugqibela
Mhla ndakugqibela
Mhla nezolo ilizwi lakho linkenkceza entliziyweni yam ndiyamamela
Xa ndikucinga intliziyo yam ivele ibebuhlungu lonto andifuni kuyivumela
Into yokuba kulomhlaba malume awusekho kunzima ukuyamkela
Ndikhangela unobangela
Kutheni abantu bekuchukela
Ndiphinde ndiziphendule ngelithi kanene isitya esihle asikwaz kutyela
Ingako abantu bekumonela
Umtyholi uyaphila ningamdeleli
Uthi kutheni lomhlaba emana ethatha ngothatha engoneli
Abantu esibathandayo bahamba ngohamba abayoleli
Kweli
Uhambike umthetheleli
Umkhuseli
Hayi inene uthixo usiphoxile kwelityeli
Bendicinga ungumthembeli ,
Kutheni ungumyekeli
Kula bhokisi ibingase singene zonke qha asoneli
Wandipha igama wathi ndingu Mesuli wenyembezi
Eligama lindibangela istukuthezi
Kuba andikwaz ukuzosula ezam inyembezi
Mna nabantakwethu Besinenjongo
Zoba lemfundo xa Ithe yavula ingcango
Saw'kwazi nathi ngengomzali sikwenzele amabhongo
Hayi kodwa kufa u wrongo
Ingase okukugqibela ndikuve xa uculayo Naxa uhleka
Ukuba awuzukwazi nam mandingene mhlabandini vuleka

About “Amazwi Okugqibela” by Mesuli kewana

Read the complete lyrics to "Amazwi Okugqibela" by Mesuli kewana. On Lyrks you can follow along with the full text, explore the artist's discography, and discover related songs. The track is often categorized under Non-Music.

"Amazwi Okugqibela" is performed by Mesuli kewana. This page provides the full lyric text for fans who want to sing along, study the songwriting, or compare versions across releases. Lyrks organizes lyrics by artist and song slug so you can bookmark and share a stable URL. Music lyrics help listeners connect with emotion, narrative, and rhythm in a track. Whether you are learning English, researching a favorite chorus, or preparing for karaoke, having accurate line breaks and section labels (verse, chorus, bridge) makes the experience easier. We link to the official artist profile on Lyrks where available, including biography snippets, top songs, and chart placements when we have that data. If you enjoy "Amazwi Okugqibela", explore more songs by Mesuli kewana using the links below. Chart and trending pages on Lyrks highlight what listeners are searching for this week. For copyright or correction requests, see our DMCA and contact pages.

View all songs and biography for Mesuli kewana · Trending lyrics · Billboard Hot 100

Frequently asked questions

"Amazwi Okugqibela" is credited to Mesuli kewana. Songwriting credits may include additional writers listed on the release; check the credits section on this page for linked collaborators.

Album information for "Amazwi Okugqibela" is not available in our database yet. You can still read the full lyrics on this page.

Visit the Mesuli kewana artist page at /artist/mesuli-kewana for biography, popular tracks, and links to more lyric pages.