Lyrks
Lyrks
Lyrks
Cover Art

Koluthando Lyrics by Mesuli kewana

0

Koluthando ndenza nje uphela sonwabe
Ndimenza akholelwe ukuba koluthando sohlala kamnandi sonwabe
Ndibe ndiyazi into yokuba intliziyo yam akusentsuku zatywala imkhabe
Uyokothuka sele kukwabekile xa esithi akwabe
Ndiyayixhela intliziyo yentombi
Bhekela ngeligazi ndingakudyobhi
Ndiyishiya inamahlwili namathuba ibalisala impilo ka yobhi
Uyakuphelelwa ngamabhongo isifuba ungazingombi
Kuba onke lamadoda ayafana awazi mawukhethe omphi
Ndibe ndilapho ndizicengisa "sthandwa Sam uyalazi imehlo lam lijongephi"
" xa ndincanywa nguwe uthi manditshonephi ?"
Ndibe ndiyazi ngaphakathi intliziyo yakhe ndisezakuyophula akukabiphi
Ndimbone ezicenga ezosula inyemembеzi , wandanga
Ndancumela ecaleni ndaqond'ba ndisеza kumbhanxa akazanga
Lomtana akabhadlanga
Andikhethi ntlanga
Andinantanga.
Intliziyo yentombi ndiyayingcwaba gqiba ndithi akuhlanga lungehlanga
Wandiphakamisa wandivuthulula amadolo
Ndabe ndicela amaxolo
" sthandwa Sam ungandishiyi ndodwa andinokwazi ukubalilolo"
Wathi " asoze lholho "
Ndabe ndinqond'ba mntase umuncu andiqondi Noba unaso isikolo
Intliziyo yakhe ndaphinda ndayophila phakathi ndavula inye ifolo
Wathi " bhuti ndiyakushiya ukunyamezela andinokwazi uxolo"
Uyakuba ngo noah kulothando ayakuphuma imvula isitsho
Wahamba , aniyazi ndamgqibela nini
Kodwa xa ndibala iminyaka ifikile kumashumi amabini
Ndicingana Naye ubusuku nemini
Yini sendatshintsha nam noko ngoku khawubuye ngenye imini
Ndithe ndisahleli kwanqkonqkoza omnye usisi
Wathi "Mesuli akhoyakho"
" namhlanje andinamama ngengxa yakho"
"Ndim Ukulungile umtanakho , umama wam wafa sisifo sentliziyo ngengxayakho"

About “Koluthando” by Mesuli kewana

Read the complete lyrics to "Koluthando" by Mesuli kewana. On Lyrks you can follow along with the full text, explore the artist's discography, and discover related songs. The track is often categorized under Non-Music.

"Koluthando" is performed by Mesuli kewana. This page provides the full lyric text for fans who want to sing along, study the songwriting, or compare versions across releases. Lyrks organizes lyrics by artist and song slug so you can bookmark and share a stable URL. Music lyrics help listeners connect with emotion, narrative, and rhythm in a track. Whether you are learning English, researching a favorite chorus, or preparing for karaoke, having accurate line breaks and section labels (verse, chorus, bridge) makes the experience easier. We link to the official artist profile on Lyrks where available, including biography snippets, top songs, and chart placements when we have that data. If you enjoy "Koluthando", explore more songs by Mesuli kewana using the links below. Chart and trending pages on Lyrks highlight what listeners are searching for this week. For copyright or correction requests, see our DMCA and contact pages.

View all songs and biography for Mesuli kewana · Trending lyrics · Billboard Hot 100

Frequently asked questions

"Koluthando" is credited to Mesuli kewana. Songwriting credits may include additional writers listed on the release; check the credits section on this page for linked collaborators.

Album information for "Koluthando" is not available in our database yet. You can still read the full lyrics on this page.

Visit the Mesuli kewana artist page at /artist/mesuli-kewana for biography, popular tracks, and links to more lyric pages.