Lyrks
Lyrks
Lyrks
Cover Art

Intlung’ zomhlaba Lyrics by Mesuli kewana

0

Ndilele ngoxolo ndiphumlile
Kwintlungu zomhlamba ndiphumile
Kule paradesi nam ndingenile
Ndixhwalekile , emphefumlweni Entliziyweni ndophukile
Ndibhonti bhonti zizinxenxe ndingxwelerhekile
No Thixo akandazi ndinje noba undothukile
Thixo ingaba ndifikile ,
ekhaya ezulwini okanye ndilahlekile
Kula mhlaba unamagad' ahlabayo ndisukile
Ukufa ngeba ndikubalekile
Kuba kubuhlungu ukushiya usapho nezihlobo kodwa ker kwenzekile
Kuba kunyanzelekile
Mna uthando ndiyaluqalekisa
Ngoba oluthando lwandonzakalisa
Lwandikhalisa ,
Lundibethisa ,
lundingombisa
ubusuku ne mini kodwa ndaxhathisa
Kuba ebemane endithembisa ,
Ukuba akazuphinda exolisa
Ukanti ndiyaziqhathisa , Ithemba liyadanisa
Phofu man ndiyazintwanisa ,
ndiyaziphambanisa
kuba ndiyayazi isiqhelo siyayoyisa
ingqondo kungekudala uzakuqalisa
Wade wandisa
phantsi komhlaba Kobandayo umkhence wandilalisa
Ndiyabulela ngondiphumlisa
Ngeba kudala ndakubambisa
ngamapolisa
Kodwa ndizokokwazelaphi ukukhulisa ?
Abantwana ndedwa bayasokolisa
Ndizokuyithathaphi imali yokubatyisa ?
Ndiyaxolisa ,
Ngokuhamba ndingakhange ndibe ndiyavalelisa
Lomanxeba uthixo uzawapholisa
Esisihelengu sendoda I jail izakumbhadlisa
Mamela xa ndikucebisa
Shiya uthando oluzokubethisa
Yishiye indoda engazukwaz ukonwabisa
kuba izakuphosanisa
nobomi bakho ingangathi ndiyaphosisa
Kodwa xa unojongisisa
kwi lizwe esiphila kulo ndinonyanisa

About “Intlung’ zomhlaba” by Mesuli kewana

Read the complete lyrics to "Intlung’ zomhlaba" by Mesuli kewana. On Lyrks you can follow along with the full text, explore the artist's discography, and discover related songs. The track is often categorized under Non-Music.

"Intlung’ zomhlaba" is performed by Mesuli kewana. This page provides the full lyric text for fans who want to sing along, study the songwriting, or compare versions across releases. Lyrks organizes lyrics by artist and song slug so you can bookmark and share a stable URL. Music lyrics help listeners connect with emotion, narrative, and rhythm in a track. Whether you are learning English, researching a favorite chorus, or preparing for karaoke, having accurate line breaks and section labels (verse, chorus, bridge) makes the experience easier. We link to the official artist profile on Lyrks where available, including biography snippets, top songs, and chart placements when we have that data. If you enjoy "Intlung’ zomhlaba", explore more songs by Mesuli kewana using the links below. Chart and trending pages on Lyrks highlight what listeners are searching for this week. For copyright or correction requests, see our DMCA and contact pages.

View all songs and biography for Mesuli kewana · Trending lyrics · Billboard Hot 100

Frequently asked questions

"Intlung’ zomhlaba" is credited to Mesuli kewana. Songwriting credits may include additional writers listed on the release; check the credits section on this page for linked collaborators.

Album information for "Intlung’ zomhlaba" is not available in our database yet. You can still read the full lyrics on this page.

Visit the Mesuli kewana artist page at /artist/mesuli-kewana for biography, popular tracks, and links to more lyric pages.